Numeri 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Nceda usivumele, sidlule ezweni lakho. Asiyi kudlula emasimini nasesidiliyeni, asiyi kusela manzi equleni. Siya kuhamba ngendlela yokumkani.+ Asiyi kuphambuka siye ngasekunene okanye ngasekhohlo,+ side sidlule kummandla wakho.’” Numeri 20:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko wala uEdom ukumvumela uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe.+ Wajika ke uSirayeli wemka kuye.+ Duteronomi 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nize ningabambani nabo, kuba ezweni labo andiyi kuninika nendawo engangobubanzi bentende yonyawo; ngokuba iNtaba iSehire ndiyinike uEsawu ukuba ayime.+ Duteronomi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza ke wathi uYehova kum, ‘Uze ungamkhathazi uMowabhi okanye ulwe imfazwe naye, kuba andiyi kukunika naliphi na lelizwe lakhe ukuba ume kulo, ngokuba iAri+ ndiyinike oonyana bakaLote+ ukuba imiwe ngabo. Duteronomi 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+ ABagwebi 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 waza wathi kuye: “Utsho uYifeta ukuthi, ‘USirayeli akalithabathanga ilizwe lakwaMowabhi+ nelizwe loonyana baka-Amoni.+
17 Nceda usivumele, sidlule ezweni lakho. Asiyi kudlula emasimini nasesidiliyeni, asiyi kusela manzi equleni. Siya kuhamba ngendlela yokumkani.+ Asiyi kuphambuka siye ngasekunene okanye ngasekhohlo,+ side sidlule kummandla wakho.’”
21 Ngoko wala uEdom ukumvumela uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe.+ Wajika ke uSirayeli wemka kuye.+
5 Nize ningabambani nabo, kuba ezweni labo andiyi kuninika nendawo engangobubanzi bentende yonyawo; ngokuba iNtaba iSehire ndiyinike uEsawu ukuba ayime.+
9 Waza ke wathi uYehova kum, ‘Uze ungamkhathazi uMowabhi okanye ulwe imfazwe naye, kuba andiyi kukunika naliphi na lelizwe lakhe ukuba ume kulo, ngokuba iAri+ ndiyinike oonyana bakaLote+ ukuba imiwe ngabo.
19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+
15 waza wathi kuye: “Utsho uYifeta ukuthi, ‘USirayeli akalithabathanga ilizwe lakwaMowabhi+ nelizwe loonyana baka-Amoni.+