Numeri 21:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba iHeshbhon yayisisixeko sikaSihon.+ Wayengukumkani wama-Amori,+ yaye nguye owalwa nokumkani wakwaMowabhi ngaphambili waza walithabatha lonke ilizwe lakhe esandleni sakhe kwesa eArnon.+ Nehemiya 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Wabanika ubukumkani+ nezizwana, nokubahlulela amacandelo ngamacandelo;+ kangangokuba balidla ilifa ilizwe lakwaSihon,+ nelizwe likakumkani waseHeshbhon,+ nelizwe likaOgi+ ukumkani waseBhashan.+
26 Kuba iHeshbhon yayisisixeko sikaSihon.+ Wayengukumkani wama-Amori,+ yaye nguye owalwa nokumkani wakwaMowabhi ngaphambili waza walithabatha lonke ilizwe lakhe esandleni sakhe kwesa eArnon.+
22 “Wabanika ubukumkani+ nezizwana, nokubahlulela amacandelo ngamacandelo;+ kangangokuba balidla ilifa ilizwe lakwaSihon,+ nelizwe likakumkani waseHeshbhon,+ nelizwe likaOgi+ ukumkani waseBhashan.+