ABagwebi 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ekuhambeni kwexesha oonyana baka-Amoni+ babizelwa ndawonye baza bamisa ikampu eGiliyadi.+ Ngoko oonyana bakaSirayeli bahlanganisana ndawonye baza bamisa inkampu eMizpa.+ ABagwebi 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yoko uYifeta wahamba namadoda amakhulu aseGiliyadi kwaye abantu bammisa njengentloko nomphathi wabo.+ Yaye uYifeta wawathetha onke amazwi akhe phambi koYehova+ eMizpa.+
17 Ekuhambeni kwexesha oonyana baka-Amoni+ babizelwa ndawonye baza bamisa ikampu eGiliyadi.+ Ngoko oonyana bakaSirayeli bahlanganisana ndawonye baza bamisa inkampu eMizpa.+
11 Ngenxa yoko uYifeta wahamba namadoda amakhulu aseGiliyadi kwaye abantu bammisa njengentloko nomphathi wabo.+ Yaye uYifeta wawathetha onke amazwi akhe phambi koYehova+ eMizpa.+