Eksodus 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+ 1 Samuweli 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwathi ke ekungeneni kwabo, ekubuyeni kukaDavide ekuwaxabeleni amaFilisti, abafazi baphuma kuzo zonke izixeko zakwaSirayeli bevuma ingoma+ yaye bengqungqa ukuza kuhlangabeza uSawule ukumkani, ngeentambula,+ ngemihlali+ nangezigingci. INdumiso 68:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Iimvumi zihamba phambili, emva kwazo ingabadlali bomrhubhe;+Phakathi iziintombi ezibetha iintambula.+
20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+
6 Kwathi ke ekungeneni kwabo, ekubuyeni kukaDavide ekuwaxabeleni amaFilisti, abafazi baphuma kuzo zonke izixeko zakwaSirayeli bevuma ingoma+ yaye bengqungqa ukuza kuhlangabeza uSawule ukumkani, ngeentambula,+ ngemihlali+ nangezigingci.
25 Iimvumi zihamba phambili, emva kwazo ingabadlali bomrhubhe;+Phakathi iziintombi ezibetha iintambula.+