Eksodus 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+ ABagwebi 11:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ekugqibeleni uYifeta weza eMizpa+ ekhayeni lakhe, kwaye, khangela! intombi yakhe yaphuma ize kumhlangabeza ibetha intambula yaye ingqungqa!+ Ke kaloku yayikuphela komntwana. Ngaphandle kwayo wayengenanyana nantombi. INdumiso 68:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Iimvumi zihamba phambili, emva kwazo ingabadlali bomrhubhe;+Phakathi iziintombi ezibetha iintambula.+
20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+
34 Ekugqibeleni uYifeta weza eMizpa+ ekhayeni lakhe, kwaye, khangela! intombi yakhe yaphuma ize kumhlangabeza ibetha intambula yaye ingqungqa!+ Ke kaloku yayikuphela komntwana. Ngaphandle kwayo wayengenanyana nantombi.
25 Iimvumi zihamba phambili, emva kwazo ingabadlali bomrhubhe;+Phakathi iziintombi ezibetha iintambula.+