Eksodus 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wawaphendula uMiriyam amadoda wathi:+ “Mvumeleni uYehova,+ kuba uphakame kakhulu.+Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.”+ ABagwebi 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye ngaloo mini uDebhora+ kunye noBharaki+ unyana ka-Abhinowam+ bavuma,+ besithi:
21 Wawaphendula uMiriyam amadoda wathi:+ “Mvumeleni uYehova,+ kuba uphakame kakhulu.+Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.”+