Yoshuwa 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+ 1 Kumkani 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ukumkani akazange abaphulaphule abantu,+ ngenxa yokuba imicimbi yaguquka ngokuphuma kuYehova,+ ukuze eneneni aliphumeze ilizwi+ elathethwa nguYehova ngoAhiya+ umShilo kuYerobhoham unyana kaNebhati.
20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+
15 Yaye ukumkani akazange abaphulaphule abantu,+ ngenxa yokuba imicimbi yaguquka ngokuphuma kuYehova,+ ukuze eneneni aliphumeze ilizwi+ elathethwa nguYehova ngoAhiya+ umShilo kuYerobhoham unyana kaNebhati.