ABagwebi 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Aza amadoda akwaEfrayim abizelwa ndawonye yaye awelela ngasentla, athi kuYifeta: “Bekutheni ukuze uwele uye kulwa noonyana baka-Amoni, ungasibizi thina ukuba sihambe nawe?+ Indlu yakho siza kuyitshisa ngomlilo phezu kwakho.”+ ABagwebi 15:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 AmaFilisti athi: “Ngubani na owenze le nto?” Baza bathi: “NguSamson umkhwenyana womTimna, ngenxa yokuba uthabathe umfazi wakhe waza wamnika umkhaphi wakhe.”+ Koko amaFilisti enyuka aza amtshisa yena noyise ngomlilo.+
12 Aza amadoda akwaEfrayim abizelwa ndawonye yaye awelela ngasentla, athi kuYifeta: “Bekutheni ukuze uwele uye kulwa noonyana baka-Amoni, ungasibizi thina ukuba sihambe nawe?+ Indlu yakho siza kuyitshisa ngomlilo phezu kwakho.”+
6 AmaFilisti athi: “Ngubani na owenze le nto?” Baza bathi: “NguSamson umkhwenyana womTimna, ngenxa yokuba uthabathe umfazi wakhe waza wamnika umkhaphi wakhe.”+ Koko amaFilisti enyuka aza amtshisa yena noyise ngomlilo.+