ABagwebi 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke yena uyise nonina, babengazi ukuba oko kwakuvela kuYehova,+ ukuba wayefuna ithuba nxamnye namaFilisti, njengoko ngelo xesha amaFilisti ayelawula uSirayeli.+ ABagwebi 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko walumeka umlilo kwizikhuni zomlilo waza wazithumela emasimini amaFilisti okudla okuziinkozo okungekavunwa. Ngaloo ndlela watshisa yonk’ into ukususela kwisithungu ukuya kukudla okuziinkozo okungekavunwa nakwizidiliya nakwigcume lomnquma.+
4 Ke yena uyise nonina, babengazi ukuba oko kwakuvela kuYehova,+ ukuba wayefuna ithuba nxamnye namaFilisti, njengoko ngelo xesha amaFilisti ayelawula uSirayeli.+
5 Ngoko walumeka umlilo kwizikhuni zomlilo waza wazithumela emasimini amaFilisti okudla okuziinkozo okungekavunwa. Ngaloo ndlela watshisa yonk’ into ukususela kwisithungu ukuya kukudla okuziinkozo okungekavunwa nakwizidiliya nakwigcume lomnquma.+