Duteronomi 28:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+ ABagwebi 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Oonyana bakaSirayeli babandakanyeka ekwenzeni okubi emehlweni kaYehova+ kwakhona, kangangokuba uYehova wabanikela esandleni samaFilisti+ iminyaka engamashumi amane. ABagwebi 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko kwehla amadoda akwaYuda angamawaka amathathu aya kwimfanta yengxondorha yase-Etam+ aza athi kuSamson: “Akwazi na ukuba silawulwa ngamaFilisti?+ Ngoko kuthetha ntoni oku usenze kona?” Ngoko wathi kuwo: “Ndenze kanye njengoko enzile kum.”+
48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+
13 Oonyana bakaSirayeli babandakanyeka ekwenzeni okubi emehlweni kaYehova+ kwakhona, kangangokuba uYehova wabanikela esandleni samaFilisti+ iminyaka engamashumi amane.
11 Ngoko kwehla amadoda akwaYuda angamawaka amathathu aya kwimfanta yengxondorha yase-Etam+ aza athi kuSamson: “Akwazi na ukuba silawulwa ngamaFilisti?+ Ngoko kuthetha ntoni oku usenze kona?” Ngoko wathi kuwo: “Ndenze kanye njengoko enzile kum.”+