IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 16:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ke kaloku abo babelalele babehleli kwigumbi lakhe langaphakathi,+ kwaye wathi kuye: “AmaFilisti+ aphezu kwakho, Samson!” Koko waziqhawula kubini iintsinga, kanye njengokuqhawuka komsonto ophothiweyo wentambo yeflakisi xa usiva umlilo.+ Yaye amandla akhe akazange aziwe.+

  • ABagwebi 16:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngoko uDelila wathabatha iintsontelo ezintsha waza wambopha ngazo wathi kuye: “AmaFilisti aphezu kwakho, Samson!” Ngalo lonke elo xesha abo babelalele babehleli kwigumbi langaphakathi.+ Waza waziqhawula kubini ezingalweni zakhe njengomsonto.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share