Yoshuwa 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku uYoshuwa wayemdala, iminyaka ihambile.+ Ngoko uYehova wathi kuye: “Wena umdala kwaye iminyaka ihambile kuwe, kwaye ilizwe elimele lithatyathwe njengelifa lisasele ngomkhamo omkhulu.+ Yoshuwa 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Nali ilizwe elisaseleyo:+ yonke imimandla yamaFilisti+ neyamaGeshure onke+ ABagwebi 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke yena uyise nonina, babengazi ukuba oko kwakuvela kuYehova,+ ukuba wayefuna ithuba nxamnye namaFilisti, njengoko ngelo xesha amaFilisti ayelawula uSirayeli.+
13 Ke kaloku uYoshuwa wayemdala, iminyaka ihambile.+ Ngoko uYehova wathi kuye: “Wena umdala kwaye iminyaka ihambile kuwe, kwaye ilizwe elimele lithatyathwe njengelifa lisasele ngomkhamo omkhulu.+
4 Ke yena uyise nonina, babengazi ukuba oko kwakuvela kuYehova,+ ukuba wayefuna ithuba nxamnye namaFilisti, njengoko ngelo xesha amaFilisti ayelawula uSirayeli.+