IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 33:55
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+

  • Yoshuwa 19:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Yaye ummandla woonyana bakaDan wawuxinene+ kakhulu kubo. Yaye oonyana bakaDan benyuka baya kulwa neLeshem+ baza bayithimba, bayixabela ngohlangothi lwekrele. Bayithabatha njengelifa, bahlala kuyo, baza bayibiza iLeshem ngokuthi yiDan, ngokwegama likaDan ukhokho wabo.+

  • ABagwebi 1:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Yaye ama-Amori aqhubeka etyhalela oonyana bakaDan+ kummandla weentaba, kuba akazange abavumele ukuba behle baye entilini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share