ABagwebi 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko wayibuyisela isilivere kunina, kwaye unina wathabatha amaqhosha esilivere angamakhulu amabini waza wawanika umkhandi wesilivere.+ Yaye wenza umfanekiso oqingqiweyo+ nomfanekiso otyhidiweyo;+ kwaye waba sendlwini kaMika. ABagwebi 18:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Emva koko oonyana bakaDan bazimisela umfanekiso oqingqiweyo;+ yaye uYonatan+ unyana kaGershom,+ unyana kaMoses, yena noonyana bakhe baba ngababingeleli kwisizwe sakwaDan de kwaba yimini yokuthinjwa kwelizwe.+
4 Ngoko wayibuyisela isilivere kunina, kwaye unina wathabatha amaqhosha esilivere angamakhulu amabini waza wawanika umkhandi wesilivere.+ Yaye wenza umfanekiso oqingqiweyo+ nomfanekiso otyhidiweyo;+ kwaye waba sendlwini kaMika.
30 Emva koko oonyana bakaDan bazimisela umfanekiso oqingqiweyo;+ yaye uYonatan+ unyana kaGershom,+ unyana kaMoses, yena noonyana bakhe baba ngababingeleli kwisizwe sakwaDan de kwaba yimini yokuthinjwa kwelizwe.+