Genesis 38:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko uYuda wathi kuOnan: “Yiba neentlobano zokwazana nomfazi womntakwenu uze wenze umtshato wongeno naye, umvelisele inzala umntakwenu.”+ Duteronomi 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Xa athe umntu wahlala ndawonye nomntakwabo waza wafa omnye kubo engenanyana, umfazi walowo ufileyo makangendeli ngaphandle kwindoda yasemzini. Umntakwabo ndoda yakhe ufanele amthabathe abe ngumfazi wakhe, enze kuye umtshato wongeno.+ Luka 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 besithi: “Mfundisi, uMoses+ wasibhalela wathi, ‘Ukuba umntu ufelwa ngumntakwabo enomfazi, kodwa engenabantwana, umntakwabo+ ufanele amthabathe umfazi lowo aze avelisele umntakwabo inzala kuye.’+
8 Ngako oko uYuda wathi kuOnan: “Yiba neentlobano zokwazana nomfazi womntakwenu uze wenze umtshato wongeno naye, umvelisele inzala umntakwenu.”+
5 “Xa athe umntu wahlala ndawonye nomntakwabo waza wafa omnye kubo engenanyana, umfazi walowo ufileyo makangendeli ngaphandle kwindoda yasemzini. Umntakwabo ndoda yakhe ufanele amthabathe abe ngumfazi wakhe, enze kuye umtshato wongeno.+
28 besithi: “Mfundisi, uMoses+ wasibhalela wathi, ‘Ukuba umntu ufelwa ngumntakwabo enomfazi, kodwa engenabantwana, umntakwabo+ ufanele amthabathe umfazi lowo aze avelisele umntakwabo inzala kuye.’+