Genesis 35:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waba uyafa ke ngaloo ndlela uRakeli waza wangcwatywa endleleni yase-Efrata, oko kukuthi, eBhetelehem.+ Genesis 48:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke mna, ekumkeni kwam ePadan,+ uRakeli wafa+ ecaleni kwam ezweni lakwaKanan, endleleni, ngoxa kwakusasele umgama omde ngaphambi kokufika e-Efrata,+ ndaza ndamngcwaba apho endleleni yase-Efrata, oko kukuthi, eBhetelehem.”+
19 Waba uyafa ke ngaloo ndlela uRakeli waza wangcwatywa endleleni yase-Efrata, oko kukuthi, eBhetelehem.+
7 Ke mna, ekumkeni kwam ePadan,+ uRakeli wafa+ ecaleni kwam ezweni lakwaKanan, endleleni, ngoxa kwakusasele umgama omde ngaphambi kokufika e-Efrata,+ ndaza ndamngcwaba apho endleleni yase-Efrata, oko kukuthi, eBhetelehem.”+