IMizekeliso 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ivila liyanqwenela, kodwa umphefumlo walo awunanto.+ Noko ke, umphefumlo wabakhutheleyo uya kutyetyiswa.+ IMizekeliso 31:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uyayondela ihambo yendlu yakhe, yaye akasidli isonka sobuvila.+ IMizekeliso 31:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Mnikeni kwiziqhamo zezandla zakhe,+ imdumise emasangweni imisebenzi yakhe.+ 1 Tesalonika 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 nibe nosukelo lokuhlala ngokuzolileyo,+ ningagxuphuleki kwimicimbi+ yabanye, nisebenze ngezandla zenu,+ kanye njengoko saniyalelayo;
4 Ivila liyanqwenela, kodwa umphefumlo walo awunanto.+ Noko ke, umphefumlo wabakhutheleyo uya kutyetyiswa.+
11 nibe nosukelo lokuhlala ngokuzolileyo,+ ningagxuphuleki kwimicimbi+ yabanye, nisebenze ngezandla zenu,+ kanye njengoko saniyalelayo;