Marko 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Inene ndithi kuni, Naphi na apho iindaba ezilungileyo zishunyayelwa khona kulo lonke ihlabathi,+ oko lo mfazi akwenzileyo kuya kuba yinto aya kukhunjulwa ngayo.”+ IZenzo 9:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngako oko uPetros wesuka waza wahamba kunye nawo. Yaye xa wafikayo, bamkhokelela kwigumbi eliphezulu; baza bonke abahlolokazi beza kuye belila kwaye bembonisa izambatho zangaphantsi nezangaphezulu+ ezo uDorkas wayefudula ezenza ngoxa wayenabo.+ Roma 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukuze nimamkele+ ngokwaseNkosini ngendlela efanele abo bangcwele, nokuze nimncede kuwo nawuphi na umbandela asenokunifuna kuwo,+ kuba yena ngokwakhe ukwangqineke engumkhuseli wabaninzi, nowam lo.
9 Inene ndithi kuni, Naphi na apho iindaba ezilungileyo zishunyayelwa khona kulo lonke ihlabathi,+ oko lo mfazi akwenzileyo kuya kuba yinto aya kukhunjulwa ngayo.”+
39 Ngako oko uPetros wesuka waza wahamba kunye nawo. Yaye xa wafikayo, bamkhokelela kwigumbi eliphezulu; baza bonke abahlolokazi beza kuye belila kwaye bembonisa izambatho zangaphantsi nezangaphezulu+ ezo uDorkas wayefudula ezenza ngoxa wayenabo.+
2 ukuze nimamkele+ ngokwaseNkosini ngendlela efanele abo bangcwele, nokuze nimncede kuwo nawuphi na umbandela asenokunifuna kuwo,+ kuba yena ngokwakhe ukwangqineke engumkhuseli wabaninzi, nowam lo.