Isaya 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngelo xesha uYehova wathetha ngesandla sikaIsaya unyana ka-Amotsi,+ esithi: “Hamba,+ uze ukhulule irhonya elisesinqeni sakho;+ ukhulule neembadada ezinyaweni zakho.”+ Yaye wenjenjalo, ehambahamba eze nasezinyaweni enganxibanga nto.+ Mika 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoku ndiza kwenza isijwili, ndibhomboloze;+ ndiza kuhamba ndinganxibanga+ nto ezinyaweni kwaye ndize. Ndiya kwenza isijwili njengoodyakalashe, ndizile njengeemazi zeenciniba.
2 ngelo xesha uYehova wathetha ngesandla sikaIsaya unyana ka-Amotsi,+ esithi: “Hamba,+ uze ukhulule irhonya elisesinqeni sakho;+ ukhulule neembadada ezinyaweni zakho.”+ Yaye wenjenjalo, ehambahamba eze nasezinyaweni enganxibanga nto.+
8 Ngenxa yoku ndiza kwenza isijwili, ndibhomboloze;+ ndiza kuhamba ndinganxibanga+ nto ezinyaweni kwaye ndize. Ndiya kwenza isijwili njengoodyakalashe, ndizile njengeemazi zeenciniba.