1 Samuweli 19:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Naye wahluba izambatho zakhe wazenza umprofeti, naye ngokunjalo, phambi koSamuweli, waza wawa phantsi eze yonke loo mini nobo busuku bonke.+ Kungenxa yoko le nto kwathiwa: “Uphakathi kwabaprofeti na noSawule?”+ Mika 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoku ndiza kwenza isijwili, ndibhomboloze;+ ndiza kuhamba ndinganxibanga+ nto ezinyaweni kwaye ndize. Ndiya kwenza isijwili njengoodyakalashe, ndizile njengeemazi zeenciniba. Hebhere 11:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Baxulutywa ngamatye,+ balingwa,+ banqunqwa ngesarha, bafa+ ngokubulawa ngogonyamelo ngekrele, babehambahamba ngeemfele zeegusha,+ ngeemfele zeebhokhwe, ngoxa babeswele,+ besezimbandezelweni,+ bephatheke kabuhlungu;+
24 Naye wahluba izambatho zakhe wazenza umprofeti, naye ngokunjalo, phambi koSamuweli, waza wawa phantsi eze yonke loo mini nobo busuku bonke.+ Kungenxa yoko le nto kwathiwa: “Uphakathi kwabaprofeti na noSawule?”+
8 Ngenxa yoku ndiza kwenza isijwili, ndibhomboloze;+ ndiza kuhamba ndinganxibanga+ nto ezinyaweni kwaye ndize. Ndiya kwenza isijwili njengoodyakalashe, ndizile njengeemazi zeenciniba.
37 Baxulutywa ngamatye,+ balingwa,+ banqunqwa ngesarha, bafa+ ngokubulawa ngogonyamelo ngekrele, babehambahamba ngeemfele zeegusha,+ ngeemfele zeebhokhwe, ngoxa babeswele,+ besezimbandezelweni,+ bephatheke kabuhlungu;+