1 Samuweli 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwathi ke bakumbona bonke abo babemazi ngaphambili, khangela! wayeprofeta kunye nabaprofeti. Ngenxa yoko abantu bathi omnye komnye: “Kwenzeke ntoni na kunyana kaKishe? Uphakathi kwabaprofeti noSawule na?”+
11 Kwathi ke bakumbona bonke abo babemazi ngaphambili, khangela! wayeprofeta kunye nabaprofeti. Ngenxa yoko abantu bathi omnye komnye: “Kwenzeke ntoni na kunyana kaKishe? Uphakathi kwabaprofeti noSawule na?”+