1 Samuweli 19:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Naye wahluba izambatho zakhe wazenza umprofeti, naye ngokunjalo, phambi koSamuweli, waza wawa phantsi eze yonke loo mini nobo busuku bonke.+ Kungenxa yoko le nto kwathiwa: “Uphakathi kwabaprofeti na noSawule?”+ Mateyu 13:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Akufika kummandla wakowabo+ wabafundisa endlwini yabo yesikhungu,+ kangangokuba bathi khamnqa baza bathi: “Lo mntu ubufumene phi na obu bulumko nale misebenzi yamandla? IZenzo 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Njengoko bonke abo babehleli kwiSanhedrin babondele kuye,+ babona ukuba ubuso bakhe babunjengobuso bengelosi.+
24 Naye wahluba izambatho zakhe wazenza umprofeti, naye ngokunjalo, phambi koSamuweli, waza wawa phantsi eze yonke loo mini nobo busuku bonke.+ Kungenxa yoko le nto kwathiwa: “Uphakathi kwabaprofeti na noSawule?”+
54 Akufika kummandla wakowabo+ wabafundisa endlwini yabo yesikhungu,+ kangangokuba bathi khamnqa baza bathi: “Lo mntu ubufumene phi na obu bulumko nale misebenzi yamandla?
15 Njengoko bonke abo babehleli kwiSanhedrin babondele kuye,+ babona ukuba ubuso bakhe babunjengobuso bengelosi.+