IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 19:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngenxa yoko uSawule wafuna ukumqhama nodonga+ uDavide ngomkhonto, kodwa waphepha+ wasuka phambi koSawule, ngokokuze umkhonto ubethe eludongeni. UDavide yena wasaba ukuze abaleke ebudeni bobo busuku.+

  • 1 Samuweli 23:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ekugqibeleni uSawule wafika kweli cala lentaba, noDavide namadoda akhe babekwelaa cala lentaba. Ngoko uDavide wakhawuleza wemka+ ngenxa kaSawule; lonke elo xesha uSawule namadoda akhe babemvingcela uDavide namadoda akhe ukuba bababambe.+

  • 2 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share