2 Kronike 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Owu Thixo wethu, akuyi kuphumeza umgwebo na phezu kwabo?+ Kuba asinamandla phambi kwesi sihlwele sikhulu esiza nxamnye nathi;+ yaye thina asikwazi oko simele sikwenze,+ kodwa amehlo ethu akhangele kuwe.”+ INdumiso 17:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa yabangendawo abandiphangileyo.Iintshaba zomphefumlo wam zindivingcele.+ 2 Korinte 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba asifuni ningazi, bazalwana, ngembandezelo esaba nayo kwisithili saseAsiya,+ ukuba sasikwingcinezelo engaphaya kwamandla ethu, kangangokuba sasingaqinisekanga kwanangobomi bethu.+
12 Owu Thixo wethu, akuyi kuphumeza umgwebo na phezu kwabo?+ Kuba asinamandla phambi kwesi sihlwele sikhulu esiza nxamnye nathi;+ yaye thina asikwazi oko simele sikwenze,+ kodwa amehlo ethu akhangele kuwe.”+
8 Kuba asifuni ningazi, bazalwana, ngembandezelo esaba nayo kwisithili saseAsiya,+ ukuba sasikwingcinezelo engaphaya kwamandla ethu, kangangokuba sasingaqinisekanga kwanangobomi bethu.+