-
1 Samuweli 12:3INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
3 Ndim lo ke. Ndiphenduleni phambi koYehova naphambi kothanjisiweyo+ wakhe: Ndithabathe inkunzi yenkomo kabani na okanye ndithabathe iesile likabani na+ okanye ndiqhathe bani na okanye ndityumze bani na okanye ndamkele imali yokuval’ umlomo esandleni sikabani na ukuze ndifihle amehlo ngayo?+ Yaye ndiya kunibuyisela oko.”+
-
-
1 Samuweli 24:11INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
11 Kwaye khawubone ke, bawo,+ ewe, khawubone nali isondo lesambatho sakho esingenamikhono esandleni sam, kuba ukunqumla kwam isondo lesambatho sakho esingenamikhono, andikubulalanga. Yazi uze ubone ukuba akukho bubi+ okanye mvukelo esandleni sam, yaye andonanga kuwe, ngoxa wena ulalele umphefumlo wam ukuze uwuthabathe.+
-