Yoshuwa 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Koko la madoda athi kulo: “Imiphefumlo yethu iya kufa esikhundleni senu!+ Ukuba akuwuxelanga lo mbandela wethu, kuya kuthi ke xa uYehova asinikayo ilizwe, nathi sinibonakalisele ububele bothando nenkoloseko.”+ Rute 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ekugqibeleni uNahomi wathi kubo bobabini oomolokazana bakhe: “Hambani, buyelani, ngamnye kwindlu kanina. Wanga uYehova anganenzela ububele bothando,+ kanye njengoko niye nabenza kula madoda afileyo ngoku nakum.+ IMizekeliso 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+ IMizekeliso 19:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Into enqwenelekayo kumntu wasemhlabeni bububele bakhe bothando;+ yaye osweleyo ulunge ngakumbi kunomntu oxokayo.+
14 Koko la madoda athi kulo: “Imiphefumlo yethu iya kufa esikhundleni senu!+ Ukuba akuwuxelanga lo mbandela wethu, kuya kuthi ke xa uYehova asinikayo ilizwe, nathi sinibonakalisele ububele bothando nenkoloseko.”+
8 Ekugqibeleni uNahomi wathi kubo bobabini oomolokazana bakhe: “Hambani, buyelani, ngamnye kwindlu kanina. Wanga uYehova anganenzela ububele bothando,+ kanye njengoko niye nabenza kula madoda afileyo ngoku nakum.+
17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+
22 Into enqwenelekayo kumntu wasemhlabeni bububele bakhe bothando;+ yaye osweleyo ulunge ngakumbi kunomntu oxokayo.+