1 Samuweli 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UDavide wabaleka wemka+ eNayoti yaseRama. Noko ke, wafika waza wathi phambi koYonatan: “Ndenze ntoni na?+ Siyintoni na isiphoso sam, yaye siyintoni na isono endisenzileyo phambi koyihlo, kuba ufuna umphefumlo wam?”
20 UDavide wabaleka wemka+ eNayoti yaseRama. Noko ke, wafika waza wathi phambi koYonatan: “Ndenze ntoni na?+ Siyintoni na isiphoso sam, yaye siyintoni na isono endisenzileyo phambi koyihlo, kuba ufuna umphefumlo wam?”