Rute 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 uObhedi wazala uYese;+ waza uYese wazala uDavide.+ 1 Samuweli 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku uDavide wayengunyana walo mEfrata+ waseBhetelehem yakwaYuda ogama linguYese. Wayenoonyana abasibhozo.+ Yaye ngemihla kaSawule le ndoda yayisele indala phakathi kwamadoda. 1 Samuweli 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uSawule wathi kubakhonzi bakhe ababemi ngakuye: “Khanincede, niphulaphule, nina maBhenjamin. Ngaba unyana kaYese+ uya kuninika nonke amasimi nezidiliya na?+ Ngaba nonke uya kunimisela nibe ziintloko zamawaka+ neentloko zamakhulu?
12 Ke kaloku uDavide wayengunyana walo mEfrata+ waseBhetelehem yakwaYuda ogama linguYese. Wayenoonyana abasibhozo.+ Yaye ngemihla kaSawule le ndoda yayisele indala phakathi kwamadoda.
7 Wandula ke uSawule wathi kubakhonzi bakhe ababemi ngakuye: “Khanincede, niphulaphule, nina maBhenjamin. Ngaba unyana kaYese+ uya kuninika nonke amasimi nezidiliya na?+ Ngaba nonke uya kunimisela nibe ziintloko zamawaka+ neentloko zamakhulu?