Rute 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 uObhedi wazala uYese;+ waza uYese wazala uDavide.+ 1 Samuweli 20:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi ke nangemini esemva kokuthwasa kwenyanga, ngosuku lwesibini, indawo kaDavide yaqhubeka iyodwa. Wathi uSawule kuYonatan unyana wakhe: “Kutheni na unyana kaYese+ engezanga ekudleni izolo nanamhlanje?” 1 Samuweli 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wabaphendula ke uNabhali abakhonzi bakaDavide waza wathi: “Ngubani na uDavide,+ engubani na unyana kaYese? Kule mihla baye baba baninzi abakhonzi abaqhawulayo, ngamnye esuka phambi kwenkosi yakhe.+
27 Kwathi ke nangemini esemva kokuthwasa kwenyanga, ngosuku lwesibini, indawo kaDavide yaqhubeka iyodwa. Wathi uSawule kuYonatan unyana wakhe: “Kutheni na unyana kaYese+ engezanga ekudleni izolo nanamhlanje?”
10 Wabaphendula ke uNabhali abakhonzi bakaDavide waza wathi: “Ngubani na uDavide,+ engubani na unyana kaYese? Kule mihla baye baba baninzi abakhonzi abaqhawulayo, ngamnye esuka phambi kwenkosi yakhe.+