1 Samuweli 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Waza uSawule wanomsindo kakhulu,+ neli lizwi laba libi ngokwembono yakhe, ngokokuze athi: “Banike uDavide amashumi amawaka, kodwa mna bandinike amawaka, sekusele nje kuphela ukuba bamnike ubukumkani!”+
8 Waza uSawule wanomsindo kakhulu,+ neli lizwi laba libi ngokwembono yakhe, ngokokuze athi: “Banike uDavide amashumi amawaka, kodwa mna bandinike amawaka, sekusele nje kuphela ukuba bamnike ubukumkani!”+