1 Samuweli 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza uYonatan noDavide benza umnqophiso,+ ngenxa yokumthanda kwakhe njengomphefumlo wakhe.+ 1 Samuweli 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko uYonatan wafunga kwakhona kuDavide ngenxa yothando lwakhe ngaye; kuba wamthanda njengokuthanda kwakhe umphefumlo wakhe.+
17 Ngoko uYonatan wafunga kwakhona kuDavide ngenxa yothando lwakhe ngaye; kuba wamthanda njengokuthanda kwakhe umphefumlo wakhe.+