IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 20:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Uze ke umenzele ububele bothando umkhonzi wakho,+ kuba umzise emnqophisweni+ kaYehova umkhonzi wakho kunye nawe. Kodwa ukuba kukho isiphoso kum,+ ndibulale ngokwakho, ekubeni kutheni ufanele undise kuyihlo?”

  • 1 Samuweli 20:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Waza uYonatan waqhubeka wathi kuDavide: “Hamba ngoxolo,+ ekubeni sifungile,+ sobabini, egameni likaYehova, sisithi, ‘Ngamana uYehova angaba phakathi kwam nawe naphakathi kwenzala yam nenzala yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.’”+

      Wesuka ke uDavide wahamba, noYonatan wangena esixekweni.

  • 1 Samuweli 23:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Bandula ke bobabini benza umnqophiso+ phambi koYehova; noDavide waqhubeka ehlala eHoreshi, uYonatan yena waya ekhayeni lakhe.

  • 2 Samuweli 9:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wathi ke uDavide: “Ngaba kusekho nabani na oseleyo wendlu kaSawule, ukuze ndimenzele ububele bothando+ ngenxa kaYonatan?”+

  • 2 Samuweli 21:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Noko ke, ukumkani waba nemfesane kuMefibhoshete+ unyana kaYonatan unyana kaSawule ngenxa yesifungo+ sikaYehova esasiphakathi kwabo, phakathi koDavide noYonatan unyana kaSawule.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share