IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 17:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+

  • IMizekeliso 18:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Wambi amaqabane ayonakalisana,+ kodwa kukho umhlobo onamathela ngokusondele ngakumbi kunomntakwenu.+

  • Kolose 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ke, phezu kwazo zonke ezi zinto, yambathani uthando,+ kuba lungumxokelelwane ogqibeleleyo womanyano.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share