ABagwebi 13:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kamva umfazi wazala unyana waza wambiza ngokuba nguSamson igama+ lakhe; yakhula inkwenkwe leyo, uYehova wayisikelela.+ 1 Samuweli 2:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Lonke elo xesha inkwenkwe uSamuweli yayikhula ngokukhula yaye ithandeka ngakumbi kokubini kuYehova nakubantu.+ 1 Samuweli 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waqhubeka ke ekhula uSamuweli, noYehova waba naye+ waza akabangela naliphi na kuwo onke amazwi ukuba liwele emhlabeni.+ Luka 1:80 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 80 Umntwana oselula waqhubeka ekhula+ kwaye esomelela emoyeni, yaye waqhubeka esezinkqantosini kwada kwayimini yokuzibonakalisa kwakhe ekuhleni kuSirayeli. Luka 2:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Yaye uYesu waqhubeka esenza inkqubela ebulumkweni+ nasekukhuleni ngomzimba nasekukholekeni kuThixo nasebantwini.+
24 Kamva umfazi wazala unyana waza wambiza ngokuba nguSamson igama+ lakhe; yakhula inkwenkwe leyo, uYehova wayisikelela.+
26 Lonke elo xesha inkwenkwe uSamuweli yayikhula ngokukhula yaye ithandeka ngakumbi kokubini kuYehova nakubantu.+
19 Waqhubeka ke ekhula uSamuweli, noYehova waba naye+ waza akabangela naliphi na kuwo onke amazwi ukuba liwele emhlabeni.+
80 Umntwana oselula waqhubeka ekhula+ kwaye esomelela emoyeni, yaye waqhubeka esezinkqantosini kwada kwayimini yokuzibonakalisa kwakhe ekuhleni kuSirayeli.
52 Yaye uYesu waqhubeka esenza inkqubela ebulumkweni+ nasekukhuleni ngomzimba nasekukholekeni kuThixo nasebantwini.+