IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Noko ke, abazalisikazi boyika uTHIXO oyinyaniso,+ baza abenza ngokokuthetha kukakumkani waseYiputa kubo,+ kodwa babayeka baphila abantwana abangamakhwenkwe.+

  • Duteronomi 19:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ukuze kungaphalazwa gazi limsulwa+ phakathi kwelizwe lakho akunika lona uYehova uThixo wakho njengelifa, nokuze ungabi netyala legazi.+

  • IZenzo 4:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kodwa ekuphenduleni uPetros noYohane bathi kubo: “Enoba kububulungisa kusini na emehlweni kaThixo ukuphulaphula nina kunoThixo, zigwebeleni ngokwenu.

  • IZenzo 5:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ekuphenduleni uPetros nabanye abapostile bathi: “Simele sithobele uThixo njengomlawuli kunabantu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share