1 Samuweli 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kamva uDavide wafika eNobhi+ kuAhimeleki umbingeleli; uAhimeleki+ wangcangcazela akuhlangana noDavide waza ke wathi kuye: “Kutheni na ukuba ube wedwa, kungekho bani ukunye nawe?”+ 1 Samuweli 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waphendula ke uDowegi+ umEdom, ekubeni wayemiswe phezu kwabakhonzi bakaSawule, waza wathi: “Ndambona unyana kaYese efika eNobhi kuAhimeleki+ unyana ka-Ahitubhi.+
21 Kamva uDavide wafika eNobhi+ kuAhimeleki umbingeleli; uAhimeleki+ wangcangcazela akuhlangana noDavide waza ke wathi kuye: “Kutheni na ukuba ube wedwa, kungekho bani ukunye nawe?”+
9 Waphendula ke uDowegi+ umEdom, ekubeni wayemiswe phezu kwabakhonzi bakaSawule, waza wathi: “Ndambona unyana kaYese efika eNobhi kuAhimeleki+ unyana ka-Ahitubhi.+