1 Samuweli 26:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Makube lee,+ kum, ngokwembono kaYehova,+ ukolula isandla sam+ nxamnye nothanjisiweyo kaYehova!+ Ke ngoko, khawuncede, uthabathe umkhonto lo ungasentlokweni yakhe nomphanda wamanzi, size singene endleleni.” 2 Samuweli 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ke uDavide wathi kuye: “Kwenzeke njani na ukuba ungoyiki+ ukolula isandla sakho wonakalise othanjisiweyo+ kaYehova?”
11 Makube lee,+ kum, ngokwembono kaYehova,+ ukolula isandla sam+ nxamnye nothanjisiweyo kaYehova!+ Ke ngoko, khawuncede, uthabathe umkhonto lo ungasentlokweni yakhe nomphanda wamanzi, size singene endleleni.”
14 Wandula ke uDavide wathi kuye: “Kwenzeke njani na ukuba ungoyiki+ ukolula isandla sakho wonakalise othanjisiweyo+ kaYehova?”