Levitikus 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Uze ungaphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu;+ yaye uze ulithande idlelane lakho njengawe siqu.+ NdinguYehova. IMizekeliso 24:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Musa ukuthi: “Kanye njengoko enjenjalo kum, ndiya kwenjenjalo nam kuye.+ Ndiya kumbuyekeza ngamnye ngokwezenzo zakhe.”+ Roma 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Musani ukubuyisela ububi+ ngobubi nakubani na. Yenzani okuhle emehlweni abantu bonke.
18 “‘Uze ungaphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu;+ yaye uze ulithande idlelane lakho njengawe siqu.+ NdinguYehova.
29 Musa ukuthi: “Kanye njengoko enjenjalo kum, ndiya kwenjenjalo nam kuye.+ Ndiya kumbuyekeza ngamnye ngokwezenzo zakhe.”+