IMizekeliso 25:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukuba okuthiyayo ulambile, mnike isonka adle; yaye ukuba unxaniwe, mnike amanzi asele.+ Roma 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Musani ukubuyisela ububi+ ngobubi nakubani na. Yenzani okuhle emehlweni abantu bonke.