Duteronomi 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Xa kuthe kwabakho impikiswano phakathi kwabantu,+ baza baya ematyaleni ukuze bagwetyelwe ityala labo,+ umele lowo ulilungisa avakaliswe elilungisa nalowo ungendawo avakaliswe engongendawo.+
25 “Xa kuthe kwabakho impikiswano phakathi kwabantu,+ baza baya ematyaleni ukuze bagwetyelwe ityala labo,+ umele lowo ulilungisa avakaliswe elilungisa nalowo ungendawo avakaliswe engongendawo.+