Eksodus 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Uze ungasigqwethi isigwebo sehlwempu ukuba lithe lanembambano nomnye.+ 2 Kronike 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wahlabela mgama wathi kubagwebi: “Kulumkeleni oko nikwenzayo,+ ngenxa yokuba anigwebi ngenxa yomntu kodwa kungenxa kaYehova;+ yaye unani ke kumbandela wokugweba.+ IMizekeliso 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nabani na ovakalisa ongendawo elilungisa+ novakalisa ilungisa lingendawo+—bobabini bayinto ecekisekayo kuYehova.+ IMizekeliso 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wuvule umlomo wakho, ugwebe ngobulungisa uze ugwebe ityala loxhwalekileyo nolihlwempu.+ Isaya 5:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 abo bavakalisa ongendawo elilungisa ngokunikela ingqalelo kwisinyobo,+ nabo basusa ubulungisa belungisa kulo!+
6 Wahlabela mgama wathi kubagwebi: “Kulumkeleni oko nikwenzayo,+ ngenxa yokuba anigwebi ngenxa yomntu kodwa kungenxa kaYehova;+ yaye unani ke kumbandela wokugweba.+
15 Nabani na ovakalisa ongendawo elilungisa+ novakalisa ilungisa lingendawo+—bobabini bayinto ecekisekayo kuYehova.+
23 abo bavakalisa ongendawo elilungisa ngokunikela ingqalelo kwisinyobo,+ nabo basusa ubulungisa belungisa kulo!+