1 Samuweli 26:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 USawule wathi kuDavide: “Ngamana ungasikelelwa wena, nyana wam Davide. Nakanjani na akuyi kusebenza ke kuphela kodwa nakanjani na uya kuphumelela.”+ Waza uDavide wahamba; ke yena uSawule, wabuyela endaweni yakhe.+ 2 Kronike 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+ INdumiso 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UYehova undivuza ngokobulungisa bam;+Undibuyekeza ngokokuhlambuluka kwezandla zam.+
25 USawule wathi kuDavide: “Ngamana ungasikelelwa wena, nyana wam Davide. Nakanjani na akuyi kusebenza ke kuphela kodwa nakanjani na uya kuphumelela.”+ Waza uDavide wahamba; ke yena uSawule, wabuyela endaweni yakhe.+
9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+