IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Wemka ke uYehova+ akugqiba ukuthetha noAbraham, yena uAbraham wabuyela endaweni yakhe.

  • Numeri 24:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Emva koko wasuka uBhileham wahamba wabuyela endaweni yakhe.+ NoBhalaki wahamba indlela yakhe.

  • 1 Samuweli 24:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngako oko uDavide wamfungela uSawule, emva koko uSawule waya ekhayeni lakhe.+ Ke yena uDavide namadoda akhe, benyuka baya kwindawo ekunzima ukuyifikelela.+

  • 1 Samuweli 27:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ekuhambeni kwexesha kwanikelwa ingxelo kuSawule yokuba uDavide wayebaleke wemka waya eGati, waza ke ngoko akaphinda aye kumfuna.+

  • 2 Samuweli 19:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Ke kaloku bayiwela bonke abantu iYordan, nokumkani ngokwakhe wawela; kodwa ukumkani wamanga+ uBharzilayi waza wamsikelela,+ kwathi emva koko wabuyela yena endaweni yakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share