1 Samuweli 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko kwathi ekupheleni konyaka uHana wamitha, wazala unyana, wambiza ngokuba nguSamuweli igama lakhe,+ ngokuba wayesithi, “ndimcele+ kuYehova.” 1 Samuweli 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye uSamuweli wayelungiselela+ phambi koYehova, eyinkwenkwe, ebhinqe iefodi yelinen.+ 1 Samuweli 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwaye uSirayeli wonke ukususela kwaDan ukusa eBher-sheba+ waqonda ukuba uSamuweli ngulowo wayemiselwe isikhundla sokuba ngumprofeti kaYehova.+ INdumiso 99:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UMoses noAron babephakathi kwababingeleli bakhe,+NoSamuweli wayephakathi kwabo babiza egameni lakhe.+Babebiza kuYehova, yaye yena waqhubeka ebaphendula.+
20 Ngoko kwathi ekupheleni konyaka uHana wamitha, wazala unyana, wambiza ngokuba nguSamuweli igama lakhe,+ ngokuba wayesithi, “ndimcele+ kuYehova.”
20 Kwaye uSirayeli wonke ukususela kwaDan ukusa eBher-sheba+ waqonda ukuba uSamuweli ngulowo wayemiselwe isikhundla sokuba ngumprofeti kaYehova.+
6 UMoses noAron babephakathi kwababingeleli bakhe,+NoSamuweli wayephakathi kwabo babiza egameni lakhe.+Babebiza kuYehova, yaye yena waqhubeka ebaphendula.+