Genesis 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wambiza ngegama elinguNowa,+ esithi: “Lo uya kusithuthuzela emsebenzini wethu nasekuveni ubuhlungu kwezandla zethu ngenxa yomhlaba awuqalekisileyo uYehova.”+ Genesis 41:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Ngoko uYosefu wamthiya owamazibulo igama elinguManase,+ kuba wayesithi, “UThixo undenze ndazilibala zonke iinkathazo zam nayo yonke indlu kabawo.”+ Eksodus 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kamva yazala unyana waza wamthiya igama elinguGershom,+ kuba, wayesithi: “Ndingumphambukeli ezweni lasemzini.”+ Mateyu 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Uya kuzala unyana, uze umbize ngokuba nguYesu+ igama lakhe, kuba uya kusindisa+ abantu+ bakowabo ezonweni zabo.”+
29 Wambiza ngegama elinguNowa,+ esithi: “Lo uya kusithuthuzela emsebenzini wethu nasekuveni ubuhlungu kwezandla zethu ngenxa yomhlaba awuqalekisileyo uYehova.”+
51 Ngoko uYosefu wamthiya owamazibulo igama elinguManase,+ kuba wayesithi, “UThixo undenze ndazilibala zonke iinkathazo zam nayo yonke indlu kabawo.”+
22 Kamva yazala unyana waza wamthiya igama elinguGershom,+ kuba, wayesithi: “Ndingumphambukeli ezweni lasemzini.”+
21 Uya kuzala unyana, uze umbize ngokuba nguYesu+ igama lakhe, kuba uya kusindisa+ abantu+ bakowabo ezonweni zabo.”+