13 Ngoko nangoko uDavide wathi kumadoda akhe: “Bhinqani elowo ikrele lakhe!”+ Ngoko babhinqa elowo ikrele lakhe noDavide wabhinqa elakhe ikrele; baza benyuka emva koDavide, amadoda amalunga namakhulu amane, ngoxa angamakhulu amabini ahlala nempahla.+