1 Samuweli 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wathi ke uYonatan: “Makube lee oko ngokuphathelele wena! Kodwa ukuba ndingazi ukuba kukho ububi obumiselweyo ngubawo ukuba bukwehlele, andiyi kukuxelela na?”+ 1 Samuweli 25:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke kaloku yazi ukuze ukubone oko uza kukwenza, kuba kumiselwe intlekele+ ngakwinkosi yethu nangakuyo yonke indlu yayo, njengoko ingumfo olitshivela+ ukuba kungathethwa kuyo.” INdumiso 112:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ongendawo uya kubona aze ngokuqinisekileyo aqumbe.+ ש [Shin]Uya kutshixiza amazinyo aze okunene anyibilike.+ ת [Taw]Umnqweno wabangendawo uya kutshabalala.+
9 Wathi ke uYonatan: “Makube lee oko ngokuphathelele wena! Kodwa ukuba ndingazi ukuba kukho ububi obumiselweyo ngubawo ukuba bukwehlele, andiyi kukuxelela na?”+
17 Ke kaloku yazi ukuze ukubone oko uza kukwenza, kuba kumiselwe intlekele+ ngakwinkosi yethu nangakuyo yonke indlu yayo, njengoko ingumfo olitshivela+ ukuba kungathethwa kuyo.”
10 Ongendawo uya kubona aze ngokuqinisekileyo aqumbe.+ ש [Shin]Uya kutshixiza amazinyo aze okunene anyibilike.+ ת [Taw]Umnqweno wabangendawo uya kutshabalala.+