1 Samuweli 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Igama lale ndoda yayinguNabhali,+ igama lomfazi wayo linguAbhigali.+ Kwaye umfazi lo wayeqiqa+ yaye eyinzwakazi, kodwa indoda yakhe yayingqwabalala noqheliselo lwayo lulubi;+ yona ke yayingumKalebhi.+ 1 Samuweli 25:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xa uAbhigali wabona uDavide, kwaoko wangxama wehla e-esileni, wawa ngobuso phambi koDavide waza waqubuda+ emhlabeni. 1 Samuweli 25:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Wathi uDavide kuAbhigali: “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ okuthumeleyo ngale mini wandihlangabeza!
3 Igama lale ndoda yayinguNabhali,+ igama lomfazi wayo linguAbhigali.+ Kwaye umfazi lo wayeqiqa+ yaye eyinzwakazi, kodwa indoda yakhe yayingqwabalala noqheliselo lwayo lulubi;+ yona ke yayingumKalebhi.+
23 Xa uAbhigali wabona uDavide, kwaoko wangxama wehla e-esileni, wawa ngobuso phambi koDavide waza waqubuda+ emhlabeni.
32 Wathi uDavide kuAbhigali: “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ okuthumeleyo ngale mini wandihlangabeza!