IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 25:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ke kaloku yazi ukuze ukubone oko uza kukwenza, kuba kumiselwe intlekele+ ngakwinkosi yethu nangakuyo yonke indlu yayo, njengoko ingumfo olitshivela+ ukuba kungathethwa kuyo.”

  • 1 Samuweli 25:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke yena uDavide, wathi: “Ibikukuze nje ndidane ngokupheleleyo ukufane ndilinde yonk’ into yalo mfo entlango yaye akukhange kulahleke nanye into kuko konke okwakhe,+ ukanti yena undibuyekeza ngobubi esikhundleni sokulungileyo.+

  • Isaya 32:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Lowo ungenangqiqo akasayi kuba sabizwa ngokuba unesisa; ke lona itshivela, akuyi kuthiwa lisisidwangube;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share