IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+

      Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+

      Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+

      Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+

  • 1 Samuweli 24:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngamana uYehova angagweba phakathi kwam nawe;+ yaye uYehova umele andiphindezelele+ kuwe, kodwa esam isandla asiyi kuba phezu kwakho.+

  • 1 Samuweli 25:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Emva koko kwadlula malunga neshumi leentsuku waza ke uYehova wambetha+ uNabhali, wafa.

  • INdumiso 94:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 94 Owu Thixo wezenzo zempindezelo, Yehova,+

      Owu Thixo wezenzo zempindezelo, khawuqaqambe!+

  • INdumiso 94:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Uya kukubuyisela kubo ukwenzakalisa kwabo+

      Yaye uya kubathulisa ngentlekele yabo.+

      UYehova uThixo wethu uya kubathulisa.+

  • Roma 12:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+

  • Yuda 9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa xa uMikayeli+ isiphatha-zingelosi+ wayeneyantlukwano+ noMtyholi yaye ephikisana naye ngomzimba kaMoses,+ akazange abe nobuganga bokuzisa umgwebo nxamnye naye ngamazwi okutshabhisa,+ kodwa wathi: “Ngamana uYehova angakukhalimela.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share